Miriam Makeba — Lakutshn Ilanga

[Chorus] Lakutshn' ilanga Zakubuyi inkomo Ndakuqinga ngagawe Lakutshn' ilanga [Verse 1] Yakuvel' iminyanga Pheshaya kwalwandle Zakubuy' imtaka Lakutshn' ilanga [Verse 2] Ndiyo hamba ndikufuna Ezindleni nase setradweni Espedlela, [?] Ndide ndi kufumane [Chorus] Lakutshn' ilanga Zakubuyi inkomo Ndakucinga ngawe Lakutshn' ilanga


Other Miriam Makeba songs:
all Miriam Makeba songs all songs from 1960